×

Ke kaloku abafazi abaqhawule umtshato baya kulinda (bangatshati) iinyanga ezintathu besiya exesheni, 2:228 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:228) ayat 228 in Xhosa

2:228 Surah Al-Baqarah ayat 228 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 228 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَٱلۡمُطَلَّقَٰتُ يَتَرَبَّصۡنَ بِأَنفُسِهِنَّ ثَلَٰثَةَ قُرُوٓءٖۚ وَلَا يَحِلُّ لَهُنَّ أَن يَكۡتُمۡنَ مَا خَلَقَ ٱللَّهُ فِيٓ أَرۡحَامِهِنَّ إِن كُنَّ يُؤۡمِنَّ بِٱللَّهِ وَٱلۡيَوۡمِ ٱلۡأٓخِرِۚ وَبُعُولَتُهُنَّ أَحَقُّ بِرَدِّهِنَّ فِي ذَٰلِكَ إِنۡ أَرَادُوٓاْ إِصۡلَٰحٗاۚ وَلَهُنَّ مِثۡلُ ٱلَّذِي عَلَيۡهِنَّ بِٱلۡمَعۡرُوفِۚ وَلِلرِّجَالِ عَلَيۡهِنَّ دَرَجَةٞۗ وَٱللَّهُ عَزِيزٌ حَكِيمٌ ﴾
[البَقَرَة: 228]

Ke kaloku abafazi abaqhawule umtshato baya kulinda (bangatshati) iinyanga ezintathu besiya exesheni, kananjalo akukho mthethweni ukuba bakufihle okudalwe nguAllâh ezibelekweni zabo, ukuba bayakholwa kuAllâh nakwiMini yokuGqibela. Amadoda abo anelungelo lokuphinda abathathe kwakhona phakathi nexesha71 elo, ukuba bafuna uxolelwaniso. Kwaye (abafazi) bona banamalungelo afanayo nalawo amadoda abo (kuko konke) oko kunembadla (bakwenzayo), kodwa amadoda wona anoxanduva oluthe chatha ngokuphathelene nabo (abafazi) yaye uAllâh nguSomandla, uSobulumko

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والمطلقات يتربصن بأنفسهن ثلاثة قروء ولا يحل لهن أن يكتمن ما خلق, باللغة الكسوزا

﴿والمطلقات يتربصن بأنفسهن ثلاثة قروء ولا يحل لهن أن يكتمن ما خلق﴾ [البَقَرَة: 228]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek