×

NoMprofeti wabo (uSamweli) wathi kubo: “Inene uAllâh Uninyulele uTâlût (uSawule) ukuba abe 2:247 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:247) ayat 247 in Xhosa

2:247 Surah Al-Baqarah ayat 247 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 247 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَقَالَ لَهُمۡ نَبِيُّهُمۡ إِنَّ ٱللَّهَ قَدۡ بَعَثَ لَكُمۡ طَالُوتَ مَلِكٗاۚ قَالُوٓاْ أَنَّىٰ يَكُونُ لَهُ ٱلۡمُلۡكُ عَلَيۡنَا وَنَحۡنُ أَحَقُّ بِٱلۡمُلۡكِ مِنۡهُ وَلَمۡ يُؤۡتَ سَعَةٗ مِّنَ ٱلۡمَالِۚ قَالَ إِنَّ ٱللَّهَ ٱصۡطَفَىٰهُ عَلَيۡكُمۡ وَزَادَهُۥ بَسۡطَةٗ فِي ٱلۡعِلۡمِ وَٱلۡجِسۡمِۖ وَٱللَّهُ يُؤۡتِي مُلۡكَهُۥ مَن يَشَآءُۚ وَٱللَّهُ وَٰسِعٌ عَلِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 247]

NoMprofeti wabo (uSamweli) wathi kubo: “Inene uAllâh Uninyulele uTâlût (uSawule) ukuba abe yikumkani yenu”. Bathi bona: “Kungathini na ukuba ibe nguye ikumkani kuthi ekubeni isithi nje ababulungeleyo ubukumkani kunaye, yaye yena akanikwanga butyebi baneleyo”. Wathi: (uSamweli) “Inene,uAllâh Ukhethe yena kunani Wamandisela ulwazi ngakumbi nesidima. Ke kaloku uAllâh Unika ubukumkani baKhe kulowo Athande ukumnika yaye uAllâh (nguMlondolozi) Owaneleyo weemfuno zezicaka zaKhe. UAllâh Ubanzi, nguSolwazi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وقال لهم نبيهم إن الله قد بعث لكم طالوت ملكا قالوا أنى, باللغة الكسوزا

﴿وقال لهم نبيهم إن الله قد بعث لكم طالوت ملكا قالوا أنى﴾ [البَقَرَة: 247]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek