×

Inene uAllâh Akumenzi ntloni ukuzekelisa nangengcongconi, ngokukodwa xa loo nto iyinto enkulu 2:26 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:26) ayat 26 in Xhosa

2:26 Surah Al-Baqarah ayat 26 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 26 - البَقَرَة - Page - Juz 1

﴿۞ إِنَّ ٱللَّهَ لَا يَسۡتَحۡيِۦٓ أَن يَضۡرِبَ مَثَلٗا مَّا بَعُوضَةٗ فَمَا فَوۡقَهَاۚ فَأَمَّا ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ فَيَعۡلَمُونَ أَنَّهُ ٱلۡحَقُّ مِن رَّبِّهِمۡۖ وَأَمَّا ٱلَّذِينَ كَفَرُواْ فَيَقُولُونَ مَاذَآ أَرَادَ ٱللَّهُ بِهَٰذَا مَثَلٗاۘ يُضِلُّ بِهِۦ كَثِيرٗا وَيَهۡدِي بِهِۦ كَثِيرٗاۚ وَمَا يُضِلُّ بِهِۦٓ إِلَّا ٱلۡفَٰسِقِينَ ﴾
[البَقَرَة: 26]

Inene uAllâh Akumenzi ntloni ukuzekelisa nangengcongconi, ngokukodwa xa loo nto iyinto enkulu kunayo. Ke bona abakholwayo bayazi ukuba le yinyaniso evela eNkosini yabo, kodwa bona abangakholwayo, bathi: “Ingaba Uthetha ukuthini uAllâh ngalo mzekeliso?” UAllâh Ulahlekisa abaninzi Ngawo, Aphinde Akhokelele eNdleni abaninzi ngawo. Phofu ngawo Ulahlekisa kuphela abo bazizingcoli

❮ Previous Next ❯

ترجمة: إن الله لا يستحيي أن يضرب مثلا ما بعوضة فما فوقها فأما, باللغة الكسوزا

﴿إن الله لا يستحيي أن يضرب مثلا ما بعوضة فما فوقها فأما﴾ [البَقَرَة: 26]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek