×

Khumbulani nathi nina: “Hini na Mûsâ! Asinako thina ukunyamezela uhlobo olunye lokudla; 2:61 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:61) ayat 61 in Xhosa

2:61 Surah Al-Baqarah ayat 61 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 61 - البَقَرَة - Page - Juz 1

﴿وَإِذۡ قُلۡتُمۡ يَٰمُوسَىٰ لَن نَّصۡبِرَ عَلَىٰ طَعَامٖ وَٰحِدٖ فَٱدۡعُ لَنَا رَبَّكَ يُخۡرِجۡ لَنَا مِمَّا تُنۢبِتُ ٱلۡأَرۡضُ مِنۢ بَقۡلِهَا وَقِثَّآئِهَا وَفُومِهَا وَعَدَسِهَا وَبَصَلِهَاۖ قَالَ أَتَسۡتَبۡدِلُونَ ٱلَّذِي هُوَ أَدۡنَىٰ بِٱلَّذِي هُوَ خَيۡرٌۚ ٱهۡبِطُواْ مِصۡرٗا فَإِنَّ لَكُم مَّا سَأَلۡتُمۡۗ وَضُرِبَتۡ عَلَيۡهِمُ ٱلذِّلَّةُ وَٱلۡمَسۡكَنَةُ وَبَآءُو بِغَضَبٖ مِّنَ ٱللَّهِۚ ذَٰلِكَ بِأَنَّهُمۡ كَانُواْ يَكۡفُرُونَ بِـَٔايَٰتِ ٱللَّهِ وَيَقۡتُلُونَ ٱلنَّبِيِّـۧنَ بِغَيۡرِ ٱلۡحَقِّۚ ذَٰلِكَ بِمَا عَصَواْ وَّكَانُواْ يَعۡتَدُونَ ﴾
[البَقَرَة: 61]

Khumbulani nathi nina: “Hini na Mûsâ! Asinako thina ukunyamezela uhlobo olunye lokudla; ke ngoko sicelele eNkosini yakho ukuba Isivelisele okuhluma emhlabeni, imifuno, iinkonkomire, neekonofile, iilentile namatswele.” Wathi yena: “Ingaba niguqukela kokungento yanto na kunoko kulungileyo? Hambani ke niye esixekweni, inene niya kukufumana oko nikufunayo!” Bathwaxwa kukuhlazeka nembandezelo; bazitsalela ingqumbo ka-Allâh. Oku kwaba ngenxa yokuba basuka bangakholwa kwimiqondiso ka-Allâh, bebulala abaProfeti baka-Allâh ngokungekho lungelweni oko kwaba ngenxa yokugwilika nokugabadela kwabo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذ قلتم ياموسى لن نصبر على طعام واحد فادع لنا ربك يخرج, باللغة الكسوزا

﴿وإذ قلتم ياموسى لن نصبر على طعام واحد فادع لنا ربك يخرج﴾ [البَقَرَة: 61]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek