×

Ke kaloku kwisizwe ngasinye Simisele amasiko enkolo, khon’ukuze apho kuwo bakhankanye igama 22:34 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hajj ⮕ (22:34) ayat 34 in Xhosa

22:34 Surah Al-hajj ayat 34 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hajj ayat 34 - الحج - Page - Juz 17

﴿وَلِكُلِّ أُمَّةٖ جَعَلۡنَا مَنسَكٗا لِّيَذۡكُرُواْ ٱسۡمَ ٱللَّهِ عَلَىٰ مَا رَزَقَهُم مِّنۢ بَهِيمَةِ ٱلۡأَنۡعَٰمِۗ فَإِلَٰهُكُمۡ إِلَٰهٞ وَٰحِدٞ فَلَهُۥٓ أَسۡلِمُواْۗ وَبَشِّرِ ٱلۡمُخۡبِتِينَ ﴾
[الحج: 34]

Ke kaloku kwisizwe ngasinye Simisele amasiko enkolo, khon’ukuze apho kuwo bakhankanye igama lika-Allâh phezu kwesilwanyana (Yena uAllâh) Abanikele ukuba sibe kukudla kubo. Kananjalo uThixo wenu nguThixo oMnye, ngoko ke zinikeleni kuYe, kananjalo wena (Muhammad) nika iindaba ezivuyisayo kwabathobekileyo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولكل أمة جعلنا منسكا ليذكروا اسم الله على ما رزقهم من بهيمة, باللغة الكسوزا

﴿ولكل أمة جعلنا منسكا ليذكروا اسم الله على ما رزقهم من بهيمة﴾ [الحج: 34]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek