×

Ke kaloku xa iiVesi zeThu ezicacileyo zicengcelezwa kubo, uya kuphawula ukuziphika ebusweni 22:72 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hajj ⮕ (22:72) ayat 72 in Xhosa

22:72 Surah Al-hajj ayat 72 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hajj ayat 72 - الحج - Page - Juz 17

﴿وَإِذَا تُتۡلَىٰ عَلَيۡهِمۡ ءَايَٰتُنَا بَيِّنَٰتٖ تَعۡرِفُ فِي وُجُوهِ ٱلَّذِينَ كَفَرُواْ ٱلۡمُنكَرَۖ يَكَادُونَ يَسۡطُونَ بِٱلَّذِينَ يَتۡلُونَ عَلَيۡهِمۡ ءَايَٰتِنَاۗ قُلۡ أَفَأُنَبِّئُكُم بِشَرّٖ مِّن ذَٰلِكُمُۚ ٱلنَّارُ وَعَدَهَا ٱللَّهُ ٱلَّذِينَ كَفَرُواْۖ وَبِئۡسَ ٱلۡمَصِيرُ ﴾
[الحج: 72]

Ke kaloku xa iiVesi zeThu ezicacileyo zicengcelezwa kubo, uya kuphawula ukuziphika ebusweni babo bangakholwayo! Bona kukancinane nje ukuba basuke bahlasele ngobubhovubhovu babo abo bacengceleza iiVesi zeThu kubo. Yithi ke “Ndinganixelela ngeyona nto imbi kunene kunaleyo? NguMlilo (wesiHogo) lowo uAllâh Athembise ngawo kwabo bangakholwayo, asisesibi ngako eso siphelo sohambo.”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذا تتلى عليهم آياتنا بينات تعرف في وجوه الذين كفروا المنكر يكادون, باللغة الكسوزا

﴿وإذا تتلى عليهم آياتنا بينات تعرف في وجوه الذين كفروا المنكر يكادون﴾ [الحج: 72]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek