×

Hini na nina bantu! Umzekeliso sele wenziwe, phulaphulani kuwo ke ngoko. Inene 22:73 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hajj ⮕ (22:73) ayat 73 in Xhosa

22:73 Surah Al-hajj ayat 73 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hajj ayat 73 - الحج - Page - Juz 17

﴿يَٰٓأَيُّهَا ٱلنَّاسُ ضُرِبَ مَثَلٞ فَٱسۡتَمِعُواْ لَهُۥٓۚ إِنَّ ٱلَّذِينَ تَدۡعُونَ مِن دُونِ ٱللَّهِ لَن يَخۡلُقُواْ ذُبَابٗا وَلَوِ ٱجۡتَمَعُواْ لَهُۥۖ وَإِن يَسۡلُبۡهُمُ ٱلذُّبَابُ شَيۡـٔٗا لَّا يَسۡتَنقِذُوهُ مِنۡهُۚ ضَعُفَ ٱلطَّالِبُ وَٱلۡمَطۡلُوبُ ﴾
[الحج: 73]

Hini na nina bantu! Umzekeliso sele wenziwe, phulaphulani kuwo ke ngoko. Inene abo nibathandazayo ngaphandle koAllâh abasokuze badale (nento encinane engangayo) nempukane, enokuba bebengade bayihlanganele bonke. Kanti ukuba impukane ingeba intwanana encinane kubo, abangekhe bayifumane kuyo. Abanto yanto abo kuleqekwa emva kwabo nabo baleqa emvakwabo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ياأيها الناس ضرب مثل فاستمعوا له إن الذين تدعون من دون الله, باللغة الكسوزا

﴿ياأيها الناس ضرب مثل فاستمعوا له إن الذين تدعون من دون الله﴾ [الحج: 73]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek