×

Eyayinolwazi lweziBhalo yathi: Mna ndiya kuyizisa kuwe ngokuphanyaza kweliso!” Wathi (uSulaymân) esakuyibona 27:40 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Naml ⮕ (27:40) ayat 40 in Xhosa

27:40 Surah An-Naml ayat 40 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Naml ayat 40 - النَّمل - Page - Juz 19

﴿قَالَ ٱلَّذِي عِندَهُۥ عِلۡمٞ مِّنَ ٱلۡكِتَٰبِ أَنَا۠ ءَاتِيكَ بِهِۦ قَبۡلَ أَن يَرۡتَدَّ إِلَيۡكَ طَرۡفُكَۚ فَلَمَّا رَءَاهُ مُسۡتَقِرًّا عِندَهُۥ قَالَ هَٰذَا مِن فَضۡلِ رَبِّي لِيَبۡلُوَنِيٓ ءَأَشۡكُرُ أَمۡ أَكۡفُرُۖ وَمَن شَكَرَ فَإِنَّمَا يَشۡكُرُ لِنَفۡسِهِۦۖ وَمَن كَفَرَ فَإِنَّ رَبِّي غَنِيّٞ كَرِيمٞ ﴾
[النَّمل: 40]

Eyayinolwazi lweziBhalo yathi: Mna ndiya kuyizisa kuwe ngokuphanyaza kweliso!” Wathi (uSulaymân) esakuyibona ibekwe phambi kwakhe, wathi: “Oku kuvela kuBabalo lweNkosi yam (Isenzela) ukundivavanya ukuba ndinawo na umbulelo okanye andibuleli na! Lowo ubulelayo, inene ukubulela kwakhe (ukwenzela ukuzinceda) isiqu sakhe. Ke lowo ungabuleliyo inene iNkosi yam ayidingi nto yaye nguSobubele.”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قال الذي عنده علم من الكتاب أنا آتيك به قبل أن يرتد, باللغة الكسوزا

﴿قال الذي عنده علم من الكتاب أنا آتيك به قبل أن يرتد﴾ [النَّمل: 40]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek