﴿۞ قُلۡ مَن يَرۡزُقُكُم مِّنَ ٱلسَّمَٰوَٰتِ وَٱلۡأَرۡضِۖ قُلِ ٱللَّهُۖ وَإِنَّآ أَوۡ إِيَّاكُمۡ لَعَلَىٰ هُدًى أَوۡ فِي ضَلَٰلٖ مُّبِينٖ ﴾
[سَبإ: 24]
(Kananjalo abo bayalinda) de kudambe uvalo ezintliziyweni zabo. Baya kuthi (omnye komnye): “Itheni na: iNkosi yenu?” (baphendule) bona bathi: ‘Yinyaniso.’ Yaye Yona nguSobunganga Omkhulu.’” Yithi: “Ngubani onondlayo emazulwini nasemhlabeni? Yithi: “nguAllâh.” Inene sithi okanye nini abaphantsi kwesiKhokelo okanye ekulahlekeni okucacileyo!”
ترجمة: قل من يرزقكم من السموات والأرض قل الله وإنا أو إياكم لعلى, باللغة الكسوزا
﴿قل من يرزقكم من السموات والأرض قل الله وإنا أو إياكم لعلى﴾ [سَبإ: 24]