×

Ke kaloku akukho mthwali wamithwalo unokuthwala imithwalo yabanye. Kanjalo ukuba umphefumlo obulaleka 35:18 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah FaTir ⮕ (35:18) ayat 18 in Xhosa

35:18 Surah FaTir ayat 18 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah FaTir ayat 18 - فَاطِر - Page - Juz 22

﴿وَلَا تَزِرُ وَازِرَةٞ وِزۡرَ أُخۡرَىٰۚ وَإِن تَدۡعُ مُثۡقَلَةٌ إِلَىٰ حِمۡلِهَا لَا يُحۡمَلۡ مِنۡهُ شَيۡءٞ وَلَوۡ كَانَ ذَا قُرۡبَىٰٓۗ إِنَّمَا تُنذِرُ ٱلَّذِينَ يَخۡشَوۡنَ رَبَّهُم بِٱلۡغَيۡبِ وَأَقَامُواْ ٱلصَّلَوٰةَۚ وَمَن تَزَكَّىٰ فَإِنَّمَا يَتَزَكَّىٰ لِنَفۡسِهِۦۚ وَإِلَى ٱللَّهِ ٱلۡمَصِيرُ ﴾
[فَاطِر: 18]

Ke kaloku akukho mthwali wamithwalo unokuthwala imithwalo yabanye. Kanjalo ukuba umphefumlo obulaleka ngumthwalo ucela (komnye) ukuba (umthwalele) inxalenye yomthwalo wawo, akukho nento le yawo oya kuyithwalelwa, enokuba (loo mntu lowo) ebengade abe usisizalwana sakhe esisondele kangakanani na kuye. Wena uya kulumkisa kuphela abo bayoyikayo iNkosi yakho Engabonwayo, abenza ISalâh. Lowo uzihlambululayo uzihlambululela isiqu sakhe ukanti kukuAllâh apho kuza kubuyelwa khona

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولا تزر وازرة وزر أخرى وإن تدع مثقلة إلى حملها لا يحمل, باللغة الكسوزا

﴿ولا تزر وازرة وزر أخرى وإن تدع مثقلة إلى حملها لا يحمل﴾ [فَاطِر: 18]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek