×

Ze kuthi xa Simenze wangcamla inceba evela kuThi emva kwenkxwaleko ebikhe yamfumana, 41:50 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Fussilat ⮕ (41:50) ayat 50 in Xhosa

41:50 Surah Fussilat ayat 50 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Fussilat ayat 50 - فُصِّلَت - Page - Juz 25

﴿وَلَئِنۡ أَذَقۡنَٰهُ رَحۡمَةٗ مِّنَّا مِنۢ بَعۡدِ ضَرَّآءَ مَسَّتۡهُ لَيَقُولَنَّ هَٰذَا لِي وَمَآ أَظُنُّ ٱلسَّاعَةَ قَآئِمَةٗ وَلَئِن رُّجِعۡتُ إِلَىٰ رَبِّيٓ إِنَّ لِي عِندَهُۥ لَلۡحُسۡنَىٰۚ فَلَنُنَبِّئَنَّ ٱلَّذِينَ كَفَرُواْ بِمَا عَمِلُواْ وَلَنُذِيقَنَّهُم مِّنۡ عَذَابٍ غَلِيظٖ ﴾
[فُصِّلَت: 50]

Ze kuthi xa Simenze wangcamla inceba evela kuThi emva kwenkxwaleko ebikhe yamfumana, asuke athi: “Oku kuziimfanelo zam, yaye andiqondi ukuba iYure iya kuhla kanti naxa ndibuyiselwa eNkosini yam, inene okwam okukuYo kuya kuba kokona kulungileyo.” Kodwa Thina Siya kubaxelela abo babengakholwa ngoko bakwenzayo, kwaye Siya kubenza bangcamle isohlwayo esikhulu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولئن أذقناه رحمة منا من بعد ضراء مسته ليقولن هذا لي وما, باللغة الكسوزا

﴿ولئن أذقناه رحمة منا من بعد ضراء مسته ليقولن هذا لي وما﴾ [فُصِّلَت: 50]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek