×

Umbonile na lowo uzithabathela iminqweno yakhe ayenze uthixo wakhe, uAllâh umyekele ekulahlekeni 45:23 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Jathiyah ⮕ (45:23) ayat 23 in Xhosa

45:23 Surah Al-Jathiyah ayat 23 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Jathiyah ayat 23 - الجاثِية - Page - Juz 25

﴿أَفَرَءَيۡتَ مَنِ ٱتَّخَذَ إِلَٰهَهُۥ هَوَىٰهُ وَأَضَلَّهُ ٱللَّهُ عَلَىٰ عِلۡمٖ وَخَتَمَ عَلَىٰ سَمۡعِهِۦ وَقَلۡبِهِۦ وَجَعَلَ عَلَىٰ بَصَرِهِۦ غِشَٰوَةٗ فَمَن يَهۡدِيهِ مِنۢ بَعۡدِ ٱللَّهِۚ أَفَلَا تَذَكَّرُونَ ﴾
[الجاثِية: 23]

Umbonile na lowo uzithabathela iminqweno yakhe ayenze uthixo wakhe, uAllâh umyekele ekulahlekeni ngolwazi kwaye Ufake itywina ekuveni kwakhe nasentliziyweni yakhe, Waza Wabeka isigqumathelo phezu kokubona kwakhe? Ngubani ke onokumkhokela emva koAllâh? Ingaba aniyi kukhumbuzeka ke ngoko

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أفرأيت من اتخذ إلهه هواه وأضله الله على علم وختم على سمعه, باللغة الكسوزا

﴿أفرأيت من اتخذ إلهه هواه وأضله الله على علم وختم على سمعه﴾ [الجاثِية: 23]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek