×

Xa kuthe kwafumaniseka okokuba aba babini banetyala lesono (sokuxoka phantsi kwesifungo), thabathani 5:107 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:107) ayat 107 in Xhosa

5:107 Surah Al-Ma’idah ayat 107 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 107 - المَائدة - Page - Juz 7

﴿فَإِنۡ عُثِرَ عَلَىٰٓ أَنَّهُمَا ٱسۡتَحَقَّآ إِثۡمٗا فَـَٔاخَرَانِ يَقُومَانِ مَقَامَهُمَا مِنَ ٱلَّذِينَ ٱسۡتَحَقَّ عَلَيۡهِمُ ٱلۡأَوۡلَيَٰنِ فَيُقۡسِمَانِ بِٱللَّهِ لَشَهَٰدَتُنَآ أَحَقُّ مِن شَهَٰدَتِهِمَا وَمَا ٱعۡتَدَيۡنَآ إِنَّآ إِذٗا لَّمِنَ ٱلظَّٰلِمِينَ ﴾
[المَائدة: 107]

Xa kuthe kwafumaniseka okokuba aba babini banetyala lesono (sokuxoka phantsi kwesifungo), thabathani amanye (amangqina) amabini endaweni yawo, asondeleyo ngokuzalana (nomfi lowo) kwabo babanga ukuba ilungelo liyimfanelo yabo. (Nabo) mabafunge ngoAllâh (bathi):”Siyangqina okokuba ubungqina bethu bobona buyinyani kunobabo babini, kananjalo asigabadelanga, kuba ngenene singaba singabenzi bobubi”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فإن عثر على أنهما استحقا إثما فآخران يقومان مقامهما من الذين استحق, باللغة الكسوزا

﴿فإن عثر على أنهما استحقا إثما فآخران يقومان مقامهما من الذين استحق﴾ [المَائدة: 107]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek