×

Andizanga ndithethe nto kubo mna ngaphandle koko Wena Wandiyalela ukuba ndikuthethe: (Mna 5:117 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:117) ayat 117 in Xhosa

5:117 Surah Al-Ma’idah ayat 117 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 117 - المَائدة - Page - Juz 7

﴿مَا قُلۡتُ لَهُمۡ إِلَّا مَآ أَمَرۡتَنِي بِهِۦٓ أَنِ ٱعۡبُدُواْ ٱللَّهَ رَبِّي وَرَبَّكُمۡۚ وَكُنتُ عَلَيۡهِمۡ شَهِيدٗا مَّا دُمۡتُ فِيهِمۡۖ فَلَمَّا تَوَفَّيۡتَنِي كُنتَ أَنتَ ٱلرَّقِيبَ عَلَيۡهِمۡۚ وَأَنتَ عَلَىٰ كُلِّ شَيۡءٖ شَهِيدٌ ﴾
[المَائدة: 117]

Andizanga ndithethe nto kubo mna ngaphandle koko Wena Wandiyalela ukuba ndikuthethe: (Mna ndathi kubo): “Nqulani uAllâh OyiNkosi yam noyiNkosi yenu”. Kwaye mna ndandilingqina phezu kwabo lo gama ndandiphila phakathi kwabo, kodwa Wathi Usakundenza ndife17, Wena Waba nguMlondolozi phezu kwabo, kananjalo Wena UliNgqina lazo zonke izinto

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ما قلت لهم إلا ما أمرتني به أن اعبدوا الله ربي وربكم, باللغة الكسوزا

﴿ما قلت لهم إلا ما أمرتني به أن اعبدوا الله ربي وربكم﴾ [المَائدة: 117]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek