×

Yithi: “Yizani namangqina enu ngaphambili, ngubani onganika ubungqina bokuba uAllâh Akakuvumelanga oku? 6:150 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:150) ayat 150 in Xhosa

6:150 Surah Al-An‘am ayat 150 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 150 - الأنعَام - Page - Juz 8

﴿قُلۡ هَلُمَّ شُهَدَآءَكُمُ ٱلَّذِينَ يَشۡهَدُونَ أَنَّ ٱللَّهَ حَرَّمَ هَٰذَاۖ فَإِن شَهِدُواْ فَلَا تَشۡهَدۡ مَعَهُمۡۚ وَلَا تَتَّبِعۡ أَهۡوَآءَ ٱلَّذِينَ كَذَّبُواْ بِـَٔايَٰتِنَا وَٱلَّذِينَ لَا يُؤۡمِنُونَ بِٱلۡأٓخِرَةِ وَهُم بِرَبِّهِمۡ يَعۡدِلُونَ ﴾
[الأنعَام: 150]

Yithi: “Yizani namangqina enu ngaphambili, ngubani onganika ubungqina bokuba uAllâh Akakuvumelanga oku? Ukuba ke bayabunika ubungqina (obo), ungangqini nabo wena (Muhammad). Ungalandeli iminqweno yabo yamampunge abo bathabatha iiVesi zethu njengobuxoki bengakholwa nokukholwa kuBomi oBuzayo, bona bathabatha abanye (bathi) bayalingana neNkosi yabo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قل هلم شهداءكم الذين يشهدون أن الله حرم هذا فإن شهدوا فلا, باللغة الكسوزا

﴿قل هلم شهداءكم الذين يشهدون أن الله حرم هذا فإن شهدوا فلا﴾ [الأنعَام: 150]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek