×

Ke kaloku zathi zisakusilibala (isilumkiso) eso zazikhunjuzwe ngaso, Sazivulela amasango abo bonke 6:44 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:44) ayat 44 in Xhosa

6:44 Surah Al-An‘am ayat 44 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 44 - الأنعَام - Page - Juz 7

﴿فَلَمَّا نَسُواْ مَا ذُكِّرُواْ بِهِۦ فَتَحۡنَا عَلَيۡهِمۡ أَبۡوَٰبَ كُلِّ شَيۡءٍ حَتَّىٰٓ إِذَا فَرِحُواْ بِمَآ أُوتُوٓاْ أَخَذۡنَٰهُم بَغۡتَةٗ فَإِذَا هُم مُّبۡلِسُونَ ﴾
[الأنعَام: 44]

Ke kaloku zathi zisakusilibala (isilumkiso) eso zazikhunjuzwe ngaso, Sazivulela amasango abo bonke (ubuncwane) bezinto, kwala xa ziphakathi naphakathi kolo lonwabo zazilunikiwe, Sasuka ngesaquphe Sazithabatha (ngesohlwayo) Yeha kuzo! Zagaxeleka entshabalalweni zinokuzisola okunzulu nosizi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فلما نسوا ما ذكروا به فتحنا عليهم أبواب كل شيء حتى إذا, باللغة الكسوزا

﴿فلما نسوا ما ذكروا به فتحنا عليهم أبواب كل شيء حتى إذا﴾ [الأنعَام: 44]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek