×

Abakaboni na ukuba zingaphi izizukulwana eSazitshabalalisayo phambi kwabo eSazimiselayo emhlabeni, ngohlobo eSingazanga 6:6 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:6) ayat 6 in Xhosa

6:6 Surah Al-An‘am ayat 6 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 6 - الأنعَام - Page - Juz 7

﴿أَلَمۡ يَرَوۡاْ كَمۡ أَهۡلَكۡنَا مِن قَبۡلِهِم مِّن قَرۡنٖ مَّكَّنَّٰهُمۡ فِي ٱلۡأَرۡضِ مَا لَمۡ نُمَكِّن لَّكُمۡ وَأَرۡسَلۡنَا ٱلسَّمَآءَ عَلَيۡهِم مِّدۡرَارٗا وَجَعَلۡنَا ٱلۡأَنۡهَٰرَ تَجۡرِي مِن تَحۡتِهِمۡ فَأَهۡلَكۡنَٰهُم بِذُنُوبِهِمۡ وَأَنشَأۡنَا مِنۢ بَعۡدِهِمۡ قَرۡنًا ءَاخَرِينَ ﴾
[الأنعَام: 6]

Abakaboni na ukuba zingaphi izizukulwana eSazitshabalalisayo phambi kwabo eSazimiselayo emhlabeni, ngohlobo eSingazanga Sinimisele ngalo nina? Sathulula phezu kwabo imvula esibhakabhakeni ngobuninzi bayo, Saphuphumisa imilambo phantsi kwabo. Kodwa Sabatshabalalisa ngenxa yezono zabo, Saza Sadala ezinye izizukulwana emva kwabo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ألم يروا كم أهلكنا من قبلهم من قرن مكناهم في الأرض ما, باللغة الكسوزا

﴿ألم يروا كم أهلكنا من قبلهم من قرن مكناهم في الأرض ما﴾ [الأنعَام: 6]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek