×

Yithi: “Ingaba kuloo mahlulelane enu (nithi ngaka-Allâh) likhona elikhokelela enyanisweni?” Yithi: “NguAllâh 10:35 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Yunus ⮕ (10:35) ayat 35 in Xhosa

10:35 Surah Yunus ayat 35 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Yunus ayat 35 - يُونس - Page - Juz 11

﴿قُلۡ هَلۡ مِن شُرَكَآئِكُم مَّن يَهۡدِيٓ إِلَى ٱلۡحَقِّۚ قُلِ ٱللَّهُ يَهۡدِي لِلۡحَقِّۗ أَفَمَن يَهۡدِيٓ إِلَى ٱلۡحَقِّ أَحَقُّ أَن يُتَّبَعَ أَمَّن لَّا يَهِدِّيٓ إِلَّآ أَن يُهۡدَىٰۖ فَمَا لَكُمۡ كَيۡفَ تَحۡكُمُونَ ﴾
[يُونس: 35]

Yithi: “Ingaba kuloo mahlulelane enu (nithi ngaka-Allâh) likhona elikhokelela enyanisweni?” Yithi: “NguAllâh Okhokelela enyanisweni. Ingaba Ofanelwe kukunqulwa ngulowo ukhokelela enyanisweni na nokuba ngulowo ungafumani siKhokelo ngaphandle kokokuba yena akhokelwe? Kanti kwenzeka ntoni na kuni? Nigweba kanjani na?”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قل هل من شركائكم من يهدي إلى الحق قل الله يهدي للحق, باللغة الكسوزا

﴿قل هل من شركائكم من يهدي إلى الحق قل الله يهدي للحق﴾ [يُونس: 35]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek