×

Ke kaloku abantu bakubo beza begxalathelana kuye, njengoko kwangaphambili babedla ngokwenza izenzo 11:78 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Hud ⮕ (11:78) ayat 78 in Xhosa

11:78 Surah Hud ayat 78 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Hud ayat 78 - هُود - Page - Juz 12

﴿وَجَآءَهُۥ قَوۡمُهُۥ يُهۡرَعُونَ إِلَيۡهِ وَمِن قَبۡلُ كَانُواْ يَعۡمَلُونَ ٱلسَّيِّـَٔاتِۚ قَالَ يَٰقَوۡمِ هَٰٓؤُلَآءِ بَنَاتِي هُنَّ أَطۡهَرُ لَكُمۡۖ فَٱتَّقُواْ ٱللَّهَ وَلَا تُخۡزُونِ فِي ضَيۡفِيٓۖ أَلَيۡسَ مِنكُمۡ رَجُلٞ رَّشِيدٞ ﴾
[هُود: 78]

Ke kaloku abantu bakubo beza begxalathelana kuye, njengoko kwangaphambili babedla ngokwenza izenzo zokungcola, wathi yena: “Hini na bantu bakuthi! Nazi iintombi zam zona zihlambulukile kuni (ukuba niyazitshata). Ke ngoko yoyikani uAllâh ningandihlazi ngokuphathelene neendwendwe zam! Ingaba akusekho namnye na apha kuni onengqondo?”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وجاءه قومه يهرعون إليه ومن قبل كانوا يعملون السيئات قال ياقوم هؤلاء, باللغة الكسوزا

﴿وجاءه قومه يهرعون إليه ومن قبل كانوا يعملون السيئات قال ياقوم هؤلاء﴾ [هُود: 78]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek