×

Ukuba uAllah Ebengabahlasela abantu ngenxa yezono zabo ezigwenxa, Ebengayi kushiya nasinye (emhlabeni) 16:61 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:61) ayat 61 in Xhosa

16:61 Surah An-Nahl ayat 61 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 61 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿وَلَوۡ يُؤَاخِذُ ٱللَّهُ ٱلنَّاسَ بِظُلۡمِهِم مَّا تَرَكَ عَلَيۡهَا مِن دَآبَّةٖ وَلَٰكِن يُؤَخِّرُهُمۡ إِلَىٰٓ أَجَلٖ مُّسَمّٗىۖ فَإِذَا جَآءَ أَجَلُهُمۡ لَا يَسۡتَـٔۡخِرُونَ سَاعَةٗ وَلَا يَسۡتَقۡدِمُونَ ﴾
[النَّحل: 61]

Ukuba uAllah Ebengabahlasela abantu ngenxa yezono zabo ezigwenxa, Ebengayi kushiya nasinye (emhlabeni) isidalwa esinyakazayo, kodwa Ukurhoxisile oko kubo, Ekurhoxisela ixesha elimisiweyo, lisakufika ke elo xesha, abayi kulilibazisa, bengayi kulihambisa ngokukhawuleza nangeyure enye

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولو يؤاخذ الله الناس بظلمهم ما ترك عليها من دابة ولكن يؤخرهم, باللغة الكسوزا

﴿ولو يؤاخذ الله الناس بظلمهم ما ترك عليها من دابة ولكن يؤخرهم﴾ [النَّحل: 61]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek