×

Babalela kuAllâh oko nabo bangakuthandiyo, namalwimi abo amisela ubuxoki bokuba ezona zinto 16:62 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:62) ayat 62 in Xhosa

16:62 Surah An-Nahl ayat 62 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 62 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿وَيَجۡعَلُونَ لِلَّهِ مَا يَكۡرَهُونَۚ وَتَصِفُ أَلۡسِنَتُهُمُ ٱلۡكَذِبَ أَنَّ لَهُمُ ٱلۡحُسۡنَىٰۚ لَا جَرَمَ أَنَّ لَهُمُ ٱلنَّارَ وَأَنَّهُم مُّفۡرَطُونَ ﴾
[النَّحل: 62]

Babalela kuAllâh oko nabo bangakuthandiyo, namalwimi abo amisela ubuxoki bokuba ezona zinto zilungileyo zezabo. Ngokungathandabuzekiyo, okwabo nguMlilo, kunjalo nje baya kuba ngabokuqala ukugxagxanyiselwa kuwo, baze bashiywe apho kuwo bengahoywanga (mntu)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ويجعلون لله ما يكرهون وتصف ألسنتهم الكذب أن لهم الحسنى لا جرم, باللغة الكسوزا

﴿ويجعلون لله ما يكرهون وتصف ألسنتهم الكذب أن لهم الحسنى لا جرم﴾ [النَّحل: 62]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek