×

KananjalouAllâh Unenzeleamakhayaenuukubaabeziindawo zokuhlala (kwenu). Waza kanajalo Wanenzela iintente ngeemfele zeenkomo ukuba zibe 16:80 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:80) ayat 80 in Xhosa

16:80 Surah An-Nahl ayat 80 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 80 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿وَٱللَّهُ جَعَلَ لَكُم مِّنۢ بُيُوتِكُمۡ سَكَنٗا وَجَعَلَ لَكُم مِّن جُلُودِ ٱلۡأَنۡعَٰمِ بُيُوتٗا تَسۡتَخِفُّونَهَا يَوۡمَ ظَعۡنِكُمۡ وَيَوۡمَ إِقَامَتِكُمۡ وَمِنۡ أَصۡوَافِهَا وَأَوۡبَارِهَا وَأَشۡعَارِهَآ أَثَٰثٗا وَمَتَٰعًا إِلَىٰ حِينٖ ﴾
[النَّحل: 80]

KananjalouAllâh Unenzeleamakhayaenuukubaabeziindawo zokuhlala (kwenu). Waza kanajalo Wanenzela iintente ngeemfele zeenkomo ukuba zibe ziindawo zokuhlala kwenu enizifumana zilula ukuziphatha xa niseluhambeni naxa sele nihleli (eluhambeni apho), kanti noboya bazo buzizihombiso nezixhobo eziluncedo (umzekelo, iingubo iijezi nezinye izinto ezenziwa ngabo). Zibubumyoli okwethutyana

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والله جعل لكم من بيوتكم سكنا وجعل لكم من جلود الأنعام بيوتا, باللغة الكسوزا

﴿والله جعل لكم من بيوتكم سكنا وجعل لكم من جلود الأنعام بيوتا﴾ [النَّحل: 80]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek