×

Ukanti uAllâh Unenzele imithunzi ngoko Akudalileyo, Wanenzela neendawo zokufumana ukhuseleko ezintabeni, Wanenzela 16:81 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:81) ayat 81 in Xhosa

16:81 Surah An-Nahl ayat 81 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 81 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿وَٱللَّهُ جَعَلَ لَكُم مِّمَّا خَلَقَ ظِلَٰلٗا وَجَعَلَ لَكُم مِّنَ ٱلۡجِبَالِ أَكۡنَٰنٗا وَجَعَلَ لَكُمۡ سَرَٰبِيلَ تَقِيكُمُ ٱلۡحَرَّ وَسَرَٰبِيلَ تَقِيكُم بَأۡسَكُمۡۚ كَذَٰلِكَ يُتِمُّ نِعۡمَتَهُۥ عَلَيۡكُمۡ لَعَلَّكُمۡ تُسۡلِمُونَ ﴾
[النَّحل: 81]

Ukanti uAllâh Unenzele imithunzi ngoko Akudalileyo, Wanenzela neendawo zokufumana ukhuseleko ezintabeni, Wanenzela nezambatho zokunikhusela ebushushwini (nasengqeleni) nezinxibo zentsimbi zokunikhusela kuhlaselwano lwenu. Uzifezekise kanjalo ke izibabalo zaKhe kuni, khon’ukuze nizinikele eNtandweni yaKhe (i-Islam)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والله جعل لكم مما خلق ظلالا وجعل لكم من الجبال أكنانا وجعل, باللغة الكسوزا

﴿والله جعل لكم مما خلق ظلالا وجعل لكم من الجبال أكنانا وجعل﴾ [النَّحل: 81]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek