×

Abo baya kuba nemiyezo yokuhlala yanaphakade, phantsi kwayo kuya kumpompoza imilambo. Baya 18:31 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Kahf ⮕ (18:31) ayat 31 in Xhosa

18:31 Surah Al-Kahf ayat 31 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Kahf ayat 31 - الكَهف - Page - Juz 15

﴿أُوْلَٰٓئِكَ لَهُمۡ جَنَّٰتُ عَدۡنٖ تَجۡرِي مِن تَحۡتِهِمُ ٱلۡأَنۡهَٰرُ يُحَلَّوۡنَ فِيهَا مِنۡ أَسَاوِرَ مِن ذَهَبٖ وَيَلۡبَسُونَ ثِيَابًا خُضۡرٗا مِّن سُندُسٖ وَإِسۡتَبۡرَقٖ مُّتَّكِـِٔينَ فِيهَا عَلَى ٱلۡأَرَآئِكِۚ نِعۡمَ ٱلثَّوَابُ وَحَسُنَتۡ مُرۡتَفَقٗا ﴾
[الكَهف: 31]

Abo baya kuba nemiyezo yokuhlala yanaphakade, phantsi kwayo kuya kumpompoza imilambo. Baya kuhonjiswa apho ngezacholo zegolide bavathe izambatho eziluhlaza zesilika ecocekileyo nengqindilili, bengqengqile bengqiyamile ezihlalweni ezihonjisiweyo. Mhle kakhulu umvuzo, intle nendawo yokuphumla (kwabo)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: أولئك لهم جنات عدن تجري من تحتهم الأنهار يحلون فيها من أساور, باللغة الكسوزا

﴿أولئك لهم جنات عدن تجري من تحتهم الأنهار يحلون فيها من أساور﴾ [الكَهف: 31]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek