×

Bayakubuza ngeziselo ezinxilisayo nokungcakaza. Yithi kubo: “Kuzo ezo zinto kukho isono esikhulu 2:219 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:219) ayat 219 in Xhosa

2:219 Surah Al-Baqarah ayat 219 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 219 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿۞ يَسۡـَٔلُونَكَ عَنِ ٱلۡخَمۡرِ وَٱلۡمَيۡسِرِۖ قُلۡ فِيهِمَآ إِثۡمٞ كَبِيرٞ وَمَنَٰفِعُ لِلنَّاسِ وَإِثۡمُهُمَآ أَكۡبَرُ مِن نَّفۡعِهِمَاۗ وَيَسۡـَٔلُونَكَ مَاذَا يُنفِقُونَۖ قُلِ ٱلۡعَفۡوَۗ كَذَٰلِكَ يُبَيِّنُ ٱللَّهُ لَكُمُ ٱلۡأٓيَٰتِ لَعَلَّكُمۡ تَتَفَكَّرُونَ ﴾
[البَقَرَة: 219]

Bayakubuza ngeziselo ezinxilisayo nokungcakaza. Yithi kubo: “Kuzo ezo zinto kukho isono esikhulu nengeniso (ethile) kubantu, kodwa isono sezo zinto sikhulu kakhulu kunengeniso (yazo)”. Kananjalo bayakubuza okokuba yintoni na abanokunikela ngayo (kumalizo) Yithi: “ Yiloo nto ingaphaya kweemfuno zakho”. UAllâh Uyenza icace kanjalo ke iMithetho yaKhe khon’ukuze nizikise ukucinga

❮ Previous Next ❯

ترجمة: يسألونك عن الخمر والميسر قل فيهما إثم كبير ومنافع للناس وإثمهما أكبر, باللغة الكسوزا

﴿يسألونك عن الخمر والميسر قل فيهما إثم كبير ومنافع للناس وإثمهما أكبر﴾ [البَقَرَة: 219]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek