×

Kweli hlabathi nakuBomi oBuzayo. Ke kaloku bakubuza ngeenkedama. Yithi: “Into elunge kakhulu 2:220 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:220) ayat 220 in Xhosa

2:220 Surah Al-Baqarah ayat 220 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 220 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿فِي ٱلدُّنۡيَا وَٱلۡأٓخِرَةِۗ وَيَسۡـَٔلُونَكَ عَنِ ٱلۡيَتَٰمَىٰۖ قُلۡ إِصۡلَاحٞ لَّهُمۡ خَيۡرٞۖ وَإِن تُخَالِطُوهُمۡ فَإِخۡوَٰنُكُمۡۚ وَٱللَّهُ يَعۡلَمُ ٱلۡمُفۡسِدَ مِنَ ٱلۡمُصۡلِحِۚ وَلَوۡ شَآءَ ٱللَّهُ لَأَعۡنَتَكُمۡۚ إِنَّ ٱللَّهَ عَزِيزٌ حَكِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 220]

Kweli hlabathi nakuBomi oBuzayo. Ke kaloku bakubuza ngeenkedama. Yithi: “Into elunge kakhulu kukusebenza ngentembeko kwizinto ezizezazo. Ukuba nithe naxuba izinto zenu nezazo, zingabantakwenu ke; Kodwa UAllâh Uyamazi umntu ozimisele ukwenza ubuthsinga nozimisele ukwenza okulungileyo. Ukuba uAllâh Ebethanda, Ebengasuka Anibeke ebunzimeni. Inene uAllâh nguSomandla, uSobulumko

❮ Previous Next ❯

ترجمة: في الدنيا والآخرة ويسألونك عن اليتامى قل إصلاح لهم خير وإن تخالطوهم, باللغة الكسوزا

﴿في الدنيا والآخرة ويسألونك عن اليتامى قل إصلاح لهم خير وإن تخالطوهم﴾ [البَقَرَة: 220]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek