×

Loo (maxanduva eHajji kunyanzelekile enzelwe ukukholisa uAllâh), kanti nabani na oxabisa izenzo 22:30 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hajj ⮕ (22:30) ayat 30 in Xhosa

22:30 Surah Al-hajj ayat 30 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hajj ayat 30 - الحج - Page - Juz 17

﴿ذَٰلِكَۖ وَمَن يُعَظِّمۡ حُرُمَٰتِ ٱللَّهِ فَهُوَ خَيۡرٞ لَّهُۥ عِندَ رَبِّهِۦۗ وَأُحِلَّتۡ لَكُمُ ٱلۡأَنۡعَٰمُ إِلَّا مَا يُتۡلَىٰ عَلَيۡكُمۡۖ فَٱجۡتَنِبُواْ ٱلرِّجۡسَ مِنَ ٱلۡأَوۡثَٰنِ وَٱجۡتَنِبُواْ قَوۡلَ ٱلزُّورِ ﴾
[الحج: 30]

Loo (maxanduva eHajji kunyanzelekile enzelwe ukukholisa uAllâh), kanti nabani na oxabisa izenzo (zonqulo) ezingcwele zika-Allâh kulunge kakhulu oko kuye emehlweni eNkosi yakhe. Kananjalo okuvumelekileyo kuni zizilwanyana ezitya ingca, ngaphandle kwezo zicengceleziweyo kuni2. Ngoko ke kuphepheni ukungcola kwezithixo niyiphephe nentetho ebubuxoki

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ذلك ومن يعظم حرمات الله فهو خير له عند ربه وأحلت لكم, باللغة الكسوزا

﴿ذلك ومن يعظم حرمات الله فهو خير له عند ربه وأحلت لكم﴾ [الحج: 30]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek