×

Xa ububi bumchukumisa umntu, uthandaza kuThi (acele uncedo): (Sithi sisakumhlangula kobo bubi) 39:49 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Az-Zumar ⮕ (39:49) ayat 49 in Xhosa

39:49 Surah Az-Zumar ayat 49 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Az-Zumar ayat 49 - الزُّمَر - Page - Juz 24

﴿فَإِذَا مَسَّ ٱلۡإِنسَٰنَ ضُرّٞ دَعَانَا ثُمَّ إِذَا خَوَّلۡنَٰهُ نِعۡمَةٗ مِّنَّا قَالَ إِنَّمَآ أُوتِيتُهُۥ عَلَىٰ عِلۡمِۭۚ بَلۡ هِيَ فِتۡنَةٞ وَلَٰكِنَّ أَكۡثَرَهُمۡ لَا يَعۡلَمُونَ ﴾
[الزُّمَر: 49]

Xa ububi bumchukumisa umntu, uthandaza kuThi (acele uncedo): (Sithi sisakumhlangula kobo bubi) sibujike bube luBabalo oluvela kuThi, (asuke) athi yena : “Kube ngenxa yolwazi lwam kuphela ukuze ndifumane oku,” Nakanye (olu) luvavanyo kuphela, kodwa uninzi lwabo alwazi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فإذا مس الإنسان ضر دعانا ثم إذا خولناه نعمة منا قال إنما, باللغة الكسوزا

﴿فإذا مس الإنسان ضر دعانا ثم إذا خولناه نعمة منا قال إنما﴾ [الزُّمَر: 49]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek