×

Ke kaloku Wawafezekisa (amazulu) angamazulu asixhenxe ngeentsuku ezimbini Waphefumlela izulu ngalinye umyalelo 41:12 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Fussilat ⮕ (41:12) ayat 12 in Xhosa

41:12 Surah Fussilat ayat 12 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Fussilat ayat 12 - فُصِّلَت - Page - Juz 24

﴿فَقَضَىٰهُنَّ سَبۡعَ سَمَٰوَاتٖ فِي يَوۡمَيۡنِ وَأَوۡحَىٰ فِي كُلِّ سَمَآءٍ أَمۡرَهَاۚ وَزَيَّنَّا ٱلسَّمَآءَ ٱلدُّنۡيَا بِمَصَٰبِيحَ وَحِفۡظٗاۚ ذَٰلِكَ تَقۡدِيرُ ٱلۡعَزِيزِ ٱلۡعَلِيمِ ﴾
[فُصِّلَت: 12]

Ke kaloku Wawafezekisa (amazulu) angamazulu asixhenxe ngeentsuku ezimbini Waphefumlela izulu ngalinye umyalelo walo kananjalo Salihombisa izulu elikufutshane ngezibane (Ukuba zibe ngumhombiso) nokhuseleko. Lowo ngummiselo waKhe uSomandla, uSolwazi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فقضاهن سبع سموات في يومين وأوحى في كل سماء أمرها وزينا السماء, باللغة الكسوزا

﴿فقضاهن سبع سموات في يومين وأوحى في كل سماء أمرها وزينا السماء﴾ [فُصِّلَت: 12]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek