×

Yithi ke kwabo babeshiyeke ngemva bangama-Arabhu asentlango:“Nizakubizwa(niqubisane) nabantuabanomkhosi onamandla (ngakumbi) niya kulwa 48:16 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Fath ⮕ (48:16) ayat 16 in Xhosa

48:16 Surah Al-Fath ayat 16 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Fath ayat 16 - الفَتح - Page - Juz 26

﴿قُل لِّلۡمُخَلَّفِينَ مِنَ ٱلۡأَعۡرَابِ سَتُدۡعَوۡنَ إِلَىٰ قَوۡمٍ أُوْلِي بَأۡسٖ شَدِيدٖ تُقَٰتِلُونَهُمۡ أَوۡ يُسۡلِمُونَۖ فَإِن تُطِيعُواْ يُؤۡتِكُمُ ٱللَّهُ أَجۡرًا حَسَنٗاۖ وَإِن تَتَوَلَّوۡاْ كَمَا تَوَلَّيۡتُم مِّن قَبۡلُ يُعَذِّبۡكُمۡ عَذَابًا أَلِيمٗا ﴾
[الفَتح: 16]

Yithi ke kwabo babeshiyeke ngemva bangama-Arabhu asentlango:“Nizakubizwa(niqubisane) nabantuabanomkhosi onamandla (ngakumbi) niya kulwa nabo ke okanye bona bazinikele, (kuni) ngoko ke ukuba niyathobela uAllâh Uya kuninika umvuzo olungileyo; kodwa ukuba niyajibilika njengoko nanijibilikile ngaphambili, Uya kunohlwaya ngesohlwayo esibuhlungu.”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قل للمخلفين من الأعراب ستدعون إلى قوم أولي بأس شديد تقاتلونهم أو, باللغة الكسوزا

﴿قل للمخلفين من الأعراب ستدعون إلى قوم أولي بأس شديد تقاتلونهم أو﴾ [الفَتح: 16]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek