×

Kananjalo ngeMini apho Aza kubahlanganisa (ndaweninye) bonke (Athi kubo): “Hini na nina 6:128 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:128) ayat 128 in Xhosa

6:128 Surah Al-An‘am ayat 128 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 128 - الأنعَام - Page - Juz 8

﴿وَيَوۡمَ يَحۡشُرُهُمۡ جَمِيعٗا يَٰمَعۡشَرَ ٱلۡجِنِّ قَدِ ٱسۡتَكۡثَرۡتُم مِّنَ ٱلۡإِنسِۖ وَقَالَ أَوۡلِيَآؤُهُم مِّنَ ٱلۡإِنسِ رَبَّنَا ٱسۡتَمۡتَعَ بَعۡضُنَا بِبَعۡضٖ وَبَلَغۡنَآ أَجَلَنَا ٱلَّذِيٓ أَجَّلۡتَ لَنَاۚ قَالَ ٱلنَّارُ مَثۡوَىٰكُمۡ خَٰلِدِينَ فِيهَآ إِلَّا مَا شَآءَ ٱللَّهُۚ إِنَّ رَبَّكَ حَكِيمٌ عَلِيمٞ ﴾
[الأنعَام: 128]

Kananjalo ngeMini apho Aza kubahlanganisa (ndaweninye) bonke (Athi kubo): “Hini na nina bandla leejinni! Baninzi enabalahlekisayo ebantwini”, abahlobo bazo phakathi koluntu baya kuthi: “Nkosi yethu, sizuzile omnye16 komnye, kodwa ngoku sifikelele esiphelweni sexesha Obe Usibekele lona”. Athi Yena: “UMlilo mawube yindawo (yenu) yokuhlala, Niya kuhlala apho kuwo kude kube ngunaphakade, ngaphandle kokuba kuthande uAllâh. Inene iNkosi yakho (Muhammad) nguSobulumko, uSolwazi”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ويوم يحشرهم جميعا يامعشر الجن قد استكثرتم من الإنس وقال أولياؤهم من, باللغة الكسوزا

﴿ويوم يحشرهم جميعا يامعشر الجن قد استكثرتم من الإنس وقال أولياؤهم من﴾ [الأنعَام: 128]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek