×

Kekalokungokokutshokwabobathi:“Laankomonalaankomo nesaa sityalo azivumelekanga, akukho mntu unokuzitya ngaphandle kwalowo simvumeleyo thina ngokwethu.” 6:138 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:138) ayat 138 in Xhosa

6:138 Surah Al-An‘am ayat 138 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 138 - الأنعَام - Page - Juz 8

﴿وَقَالُواْ هَٰذِهِۦٓ أَنۡعَٰمٞ وَحَرۡثٌ حِجۡرٞ لَّا يَطۡعَمُهَآ إِلَّا مَن نَّشَآءُ بِزَعۡمِهِمۡ وَأَنۡعَٰمٌ حُرِّمَتۡ ظُهُورُهَا وَأَنۡعَٰمٞ لَّا يَذۡكُرُونَ ٱسۡمَ ٱللَّهِ عَلَيۡهَا ٱفۡتِرَآءً عَلَيۡهِۚ سَيَجۡزِيهِم بِمَا كَانُواْ يَفۡتَرُونَ ﴾
[الأنعَام: 138]

Kekalokungokokutshokwabobathi:“Laankomonalaankomo nesaa sityalo azivumelekanga, akukho mntu unokuzitya ngaphandle kwalowo simvumeleyo thina ngokwethu.” (Bathi) kananjalo; “Kukho iinkomo ezingavumelekanga ukusetyenziselwa ukubotshwa, neenkomo ekungabizwa gama lika-Allâh phezu kwazo (xa zixhelwa)”, (batsho) bexoka ngaYe (uAllâh). (UAllâh) Uza kubavuza ngoko bakuqambileyo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وقالوا هذه أنعام وحرث حجر لا يطعمها إلا من نشاء بزعمهم وأنعام, باللغة الكسوزا

﴿وقالوا هذه أنعام وحرث حجر لا يطعمها إلا من نشاء بزعمهم وأنعام﴾ [الأنعَام: 138]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek