×

NguYe othabatha imiphefumlo yenu ebusuku xa nileleyo yaye Unolwazi lwako konke oko 6:60 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:60) ayat 60 in Xhosa

6:60 Surah Al-An‘am ayat 60 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 60 - الأنعَام - Page - Juz 7

﴿وَهُوَ ٱلَّذِي يَتَوَفَّىٰكُم بِٱلَّيۡلِ وَيَعۡلَمُ مَا جَرَحۡتُم بِٱلنَّهَارِ ثُمَّ يَبۡعَثُكُمۡ فِيهِ لِيُقۡضَىٰٓ أَجَلٞ مُّسَمّٗىۖ ثُمَّ إِلَيۡهِ مَرۡجِعُكُمۡ ثُمَّ يُنَبِّئُكُم بِمَا كُنتُمۡ تَعۡمَلُونَ ﴾
[الأنعَام: 60]

NguYe othabatha imiphefumlo yenu ebusuku xa nileleyo yaye Unolwazi lwako konke oko nikwenzileyo ngemini, Aze Anivuse kwakhona ukuze ixesha enilimiselweyo lizaliseke, ke kaloku (ekugqibeleni) niya kubuyela kuYe. Yena Uya kunixelela ngoko benikade nikwenza

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وهو الذي يتوفاكم بالليل ويعلم ما جرحتم بالنهار ثم يبعثكم فيه ليقضى, باللغة الكسوزا

﴿وهو الذي يتوفاكم بالليل ويعلم ما جرحتم بالنهار ثم يبعثكم فيه ليقضى﴾ [الأنعَام: 60]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek