×

Kananjalo uAllâh Ubonelela abanye benu ngobutyebi nangokuba nezinto ngaphezulu kunabanye. Ke kaloku 16:71 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:71) ayat 71 in Xhosa

16:71 Surah An-Nahl ayat 71 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 71 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿وَٱللَّهُ فَضَّلَ بَعۡضَكُمۡ عَلَىٰ بَعۡضٖ فِي ٱلرِّزۡقِۚ فَمَا ٱلَّذِينَ فُضِّلُواْ بِرَآدِّي رِزۡقِهِمۡ عَلَىٰ مَا مَلَكَتۡ أَيۡمَٰنُهُمۡ فَهُمۡ فِيهِ سَوَآءٌۚ أَفَبِنِعۡمَةِ ٱللَّهِ يَجۡحَدُونَ ﴾
[النَّحل: 71]

Kananjalo uAllâh Ubonelela abanye benu ngobutyebi nangokuba nezinto ngaphezulu kunabanye. Ke kaloku abo babonelelwe ngaphezulu kunabanye abangekhe nakanye banikise ngobutyebi nezinto zabo kwabo basezandleni zabo zokunene (amakhoboka), ukuze balingane ngokumayela (nobutyebi) obo. Ingaba bayaluphika uBabalo luka-Allâh kusini na

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والله فضل بعضكم على بعض في الرزق فما الذين فضلوا برادي رزقهم, باللغة الكسوزا

﴿والله فضل بعضكم على بعض في الرزق فما الذين فضلوا برادي رزقهم﴾ [النَّحل: 71]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek