×

Yithi kwabo (bangakholwayo): “Khanindixeleleni, ukuba uAllâh Anganihlutha ukuva kwenu nokubona kwenu, Atywine 6:46 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-An‘am ⮕ (6:46) ayat 46 in Xhosa

6:46 Surah Al-An‘am ayat 46 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-An‘am ayat 46 - الأنعَام - Page - Juz 7

﴿قُلۡ أَرَءَيۡتُمۡ إِنۡ أَخَذَ ٱللَّهُ سَمۡعَكُمۡ وَأَبۡصَٰرَكُمۡ وَخَتَمَ عَلَىٰ قُلُوبِكُم مَّنۡ إِلَٰهٌ غَيۡرُ ٱللَّهِ يَأۡتِيكُم بِهِۗ ٱنظُرۡ كَيۡفَ نُصَرِّفُ ٱلۡأٓيَٰتِ ثُمَّ هُمۡ يَصۡدِفُونَ ﴾
[الأنعَام: 46]

Yithi kwabo (bangakholwayo): “Khanindixeleleni, ukuba uAllâh Anganihlutha ukuva kwenu nokubona kwenu, Atywine neentliziyo zenu, ngubani (omnye) uthixo ngaphandle koAllâh onokunibuyisela ezo (zinto)?” Uyabona ke ukuba Sizicacisa kanjani na iiVesi (zeThu)? Kodwa ngoko kunjalo bayaphambuka

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قل أرأيتم إن أخذ الله سمعكم وأبصاركم وختم على قلوبكم من إله, باللغة الكسوزا

﴿قل أرأيتم إن أخذ الله سمعكم وأبصاركم وختم على قلوبكم من إله﴾ [الأنعَام: 46]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek