القرآن باللغة الكسوزا - سورة التكاثر مترجمة إلى اللغة الكسوزا، Surah Takathur in Xhosa. نوفر ترجمة دقيقة سورة التكاثر باللغة الكسوزا - Xhosa, الآيات 8 - رقم السورة 102 - الصفحة 600.
أَلْهَاكُمُ التَّكَاثُرُ (1) Ukukhuphisana ngokuwanqa ubutyebi kuyaniphambukisa (ekukhonzeni uAllâh) |
حَتَّىٰ زُرْتُمُ الْمَقَابِرَ (2) Nide niye kubekwa emangcwabeni |
كَلَّا سَوْفَ تَعْلَمُونَ (3) Yeha! Kungekudala niza kwazi |
ثُمَّ كَلَّا سَوْفَ تَعْلَمُونَ (4) Kwakhona yeha! Kungekudala niza kwazi |
كَلَّا لَوْ تَعْلَمُونَ عِلْمَ الْيَقِينِ (5) Yeha! Ukuba benisazi ngolwazi oluqinisekileyo (iziphumo zokuzilibazisa ngokuqokelela ubutyebi beniya kurhoxa kuloo nto, nizixakekise ngokukhonza uAllâh) |
لَتَرَوُنَّ الْجَحِيمَ (6) Inene niza kuwubona uMlilo odwanguzayo (wesiHogo) |
ثُمَّ لَتَرَوُنَّهَا عَيْنَ الْيَقِينِ (7) Kwakhona, niya kuwubona ngamehlo okwenyani |
ثُمَّ لَتُسْأَلُنَّ يَوْمَئِذٍ عَنِ النَّعِيمِ (8) Kananjalo ngaloo Mini niza kubuzwa ngobumnandi (enabuxhamlayo) |