القرآن باللغة الكسوزا - سورة الشرح مترجمة إلى اللغة الكسوزا، Surah Sharh in Xhosa. نوفر ترجمة دقيقة سورة الشرح باللغة الكسوزا - Xhosa, الآيات 8 - رقم السورة 94 - الصفحة 596.

| أَلَمْ نَشْرَحْ لَكَ صَدْرَكَ (1) Asikuvulelanga1 isifuba sakho na (Muhammad) |
| وَوَضَعْنَا عَنكَ وِزْرَكَ (2) Sakothulela umthwalo wakho |
| الَّذِي أَنقَضَ ظَهْرَكَ (3) Obukusinda umqolo |
| وَرَفَعْنَا لَكَ ذِكْرَكَ (4) Saza Saphakamisa ibakala lakho |
| فَإِنَّ مَعَ الْعُسْرِ يُسْرًا (5) Inene kubo bonke ubunzima kukho ukukhululeka |
| إِنَّ مَعَ الْعُسْرِ يُسْرًا (6) Kanti, inene kubo bonke ubunzima kukho ukukhululeka |
| فَإِذَا فَرَغْتَ فَانصَبْ (7) Ngoko ke wakugqiba (imisebenzi yakho yosuku) zinikele kunqulo luka-Allâh |
| وَإِلَىٰ رَبِّكَ فَارْغَب (8) Yaye beka iingcinga zakho zonke eNkosini yakho |